Search
Now showing items 1-4 of 4
Umba wongqamano-ngqo kuguqulo-lwimi kwiincwadi zikaSindiwe Magona: “Kubantwana Babantwana Bam” kwakunye no- “To My Children’s Children”.
(University of Western Cape, 2020)
Uguqulo-lwimi lwalungathathelwa ngqalelo kakhulu kuba lwalusetyenziselwa ukufezekisa iinjongo ezithile kuba ubani lowo ezazi iilwimi ezo. Injongo yayikukugqithisa umyalezo wombhalo wolwimi oluguqulwayo/ lwemveli. Ungothuki, ...
Izakhono zolwimi zeembongi zomthonyama esixhoseni
(University of the Western Cape, 2021)
Olu phando lwahlula-hlulwe lwanezahluko ezintandathu. Zonke ezi zahluko ziqulathe okubalulekileyo malunga nokuveza izakhono zolwimi zeembongi zomthonyama esiXhoseni. Isahluko sokuqala siqulathe intshayelelo, iinjongo ...
Uphengululo lwesemantiki yezenzi zonxibelelwano esiXhoseni
(University of the Western Cape, 2022)
Injongo zolu phando kukuphonononga izenzi zonxibelelwano esiXhoseni. Impawu zezenzi
esiXhoseni ziza kuphononongwa malunga nobume bolwakhiwo lwe-adyumenti (ARGSTR)
ubume bolwakhiwo lwekhwaliya (QUALISTR) kunye nobume ...
A critical analysis of three selected themes in the isixhosa literary text: ngenxa yesithembiso
(University of the Western Cape, 2023)
This study chooses to be contemporary and relevant by systemaically, and carefully locating pertinent themes from a selected isiXhosa text titled Ngenxa Yesithembiso. In so doing, themes of corruption and money laundering, ...